Dinileminyanya-Kwenzekantoni Bantwana Bam?

Kusembindini wenzulu zobusuku.
Ndiyafunga, soze ndililibale olwasuku.
Ndifikelwa yinkonde ende yexhego ebusuku.

DinileMinyanya
Kwenzekantoni
Bantwana Bam 2?
DinileMinyanya
0:00
0:00